CONTACT US


ENQUIRIES


OFFICE HOURS


Mon-Fri: 9am-4pm

Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 4 Grade 4 Learners Book (isiXhosa)

R156.95
Write a Review
SKU:
ISBN 9780199058792
Availability:
Imported title that ships within 7-10 days dependent on stock availability within SA. Shipping cost to your door is based on your total order volume and calculated at checkout.
Weight:
0.50 KGS

Product Description

Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 4 Grade 4 Learners Book (isiXhosa)

IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Iyazifezekisa iimfuno zeCAPS kwaye inceda abafundi ekubeni baqhubele phambili kumaBanga omathathu esiGaba esiPhakathi. Le ncwadi isebenzisa iindlela zokufundisa ezahlukeneyo eziphuhlisa izakhono zolwimi neziza kuncedisa abafundi ukuba banxibelelane ngendlela echanekileyo.

Features

  • Sebenzisa IOxford Ukhanyo kuba: isikhokelo esicacileyo malunga nokulawulwa kwegumbi lokufundela sinceda utitshala ukuba akwazi ukucwangcisa izifundo ezilungiselelwe abafundi abahlukileyo ngokobukrelekrele.
  • ukufezekiswa kweemfuno zeCAPS nomxholo otyebileyo kwenza ukuba abafundi bafunde ngokuzithemba futhi bayiqonde ngcono imiba yolwimi.
  • ulwimi olusetyenzisiweyo luyafi keleleka kwaye luhambelana nomgangatho wabafundi, nto leyo eyenza ukuba baqonde ngokulula imiba yolwimi kwakunye nemisebenzi.
  • isikhokelo esicacileyo sokuhlola sinika abafundi ithuba lokubona inkqubelaphambili yabo futhi bakwazi nokulungela ukuhlola okwenziwa liSebe leMfundo kwiBanga lesi-6.
  • imisebenzi eyahlukeneyo iphuhlisa isigama sabafundi, ukufunda ngokutyibilikayo ze ibancedise nasekuqondeni ulwimi.
  • imisebenzi neetekisi eziqulunqwe ngendlela eyiyo zibonisa inkqubelaphambili kuba kusetyenziswe ezilula nezaziwayo ekuqaleni kwencwadi ze kwasetyenziswe ezinzima nezo zingaziwayo phakathi ukuya ekupheleni kwencwadi.